My Family Browse Surnames Sign In Join Free
BrowseT → Togu
Togu
Togu (General)
Zulu
0 followers
Awu!! iikumkani zakwa xhosa!!  Awu UXhosa Yen' ubuqu xhosa owaxhosa isixhosa samaxhosa sixhosa eso singasayikuxhoswa ngulowo athi azibize umxhosa engenguyanga umxhosa!! ndithi Ez'kaMalangana INTO `wakahina.co.za`.kaXhosa, EzikaNkosiyamntu,Tshawe,Togu,Skhomo, Tshiwo ka-Ngconde, Mdange, uPhalo omhle, Khawuta kaGcaleka....AmaTshaw'anobuRharhabe kuba ziiNkosi zemveli....Aaaaah-aaa,Ndlu enkulu kaGcaleka..Iinkosi kuMajingqi,iinkosi NgeNdalo...Sikhotsholo sinamande saseMaTshaweni....INkosi zaMaXhosa......Aaa-Zwelonke! Aaa-Mkrazuli!Aaaa-Ngangendlovu!........Aaaaa-Ngangomhlaba!Aaaaaa-Mandlenkosi... UTshawe yinkosi yomthonyama, uXhosa, igorha, int' eqguma endle okwe ngonyama, uTshawe ayonkosi, yiKumnkani yeeNkosi, Ayikho engangawe Tshawe, uliqhawe emaXhoseni awu Tshawe!! Ndoda emadodeni! Int' entle naseMthondweni, uQhamisa kwande isizwe samaXHOSA XHO!! Uli qhawe qha! Iintshaba, zivuthel' inqawa xa uTshawe etshaya, Iintshaba ziya Tshabalala x' uTshawe ebamb' uMdlanga. Imbali uXhosa ke wazal' uMalangan'... uMalangana ke wazala uMalandela... uMalandela wazala uNkosiyamntu...  u Nkosiyamntu wazala oo nyan'abane u Jwarha (unyana omkhulu), u Cirha kwindlu enkulu , u Tshawe kunye no Qwambi. Wathi ke wakubhubha ke u Nkosiyamntu kwaphatha u Cirha. unyana wakhe ophuma kwindlu enkulu njengoko kwaku gqamene ne migaqo yobukhosi. u Cirha ke wayeli ethe ethe , wonganyelwa ke ngu Tshawe. Waba yi nkosi ke olohlobo u Tshawe . Kwixesha lakhe, kulapho ke isizwe sakwa Xhosa siye sakhula,wagubungela izizwana, nee ntlanga ezifaka phantsi kolawulo lwakhe. u Tshawe wazal'u Ngcwangu , umnombo uqhubekeka ngolu hlobo.... Umz' omkhulu waqhekeka phakathi, xa ufika pha kuPhalo uye ubon' umnombo wakwa Gcaleka uphinde ubone owakwa Rharhabe... Lento yenziwa yINTO `wakahina.co.za`.yokuba, uPhalo wathatha abafazi(Tembu & Mpondo) ababini abakwizinga elinye (okanye abasebu khosini bobabini) yanye indlela yokusombulula lenyewe. Kwanyanzeleka ukuba indlu yasekunene nendlu enkulu zahlulwe. URharhabe indlu yasekunene, indlunkulu inguGcaleka  AmaGcalekauTshawe, uNgconde, uTshiwo, uMdange, uPhalo, uGcaleka, uKhawuta, uNqoko, uVelelo, uHintsa...Xandizithutha ndityenenez' uMend' oyakobawomkhuluuMalangana, uMalandela,uButsolo beeNduku!uMbeng' uNomsiuNkosyamntu, uTSHAWE, kwediniuNgcwangu, uSkhomo, uToguuNgcond' oneeNtshaba!uTshiwo, uMdange,uPhalo, uGcaleka,uKhawuta, uNqoko,uVelelo, uHintsa!uMlambo awuWelwa ngabafazi abanxib' iilokhw' ezimfutshane, Makwedini!AmaRharhabeuTshawe, uNgconde, uTshiwo, uMdange, uPhalo, uRharhabe, uMlawu, uNgqikaThando Klaas kaTshawe Also check Xhosa
Share