Clan Praise
Mnguni, Nkosi-yamntu, Ngconde, Togu, Tshiwo, Phalo, Gcaleka, Khawuta
Mnguni, Xhosa, Malangana,Nkosi-yamntu,Tshawe,Ngcwangu,Skhomo,Togu,Ngconde,Tshiwo,Phalo,Gcaleka,Khawuta,Hintsa
Malangana, Khawuta, Mdange, Tshiwo, Sizukulwana sika Hintsa, u Zanzolo: u Sorharhoba, uHlwath' olumadolo luka Kala. uHlwathi lowakwa Gcaleka, uZigodlwana zemazi endala zingalal endleleni kunyembelekile. Umbhekwa ntshiyini bathi uqumbile. imbabalana entsundwana ka Khawuta, abayikhuza ukuhlaba ingekahlabi. Mntwan' e Nkosi

0
members
have declared Tshawe (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account