Tshabalala, ooMtshengu, oo Mavuso, oo Donga. Swalala esimkhono'mute abanatha amanti etixapoti, iingajambana zinamanga zithi uMhlangavula udilikile kanti usahlel'engwangwaneni. uLiDongwa lika Mavuso ngamaSwazi amahle kwathuza amanzi zanatha kudala zinatha emgxobozweni okade ugxojwa-gxojwa yimpi ka Ntlapo. Abakwali Dongwa lika Mavuso ngama Swazi amahle umgwetya obomvu nje ngentololwane izandla ezimh...
↓ Read full praise
Tshabalala, ooMtshengu, oo Mavuso, oo Donga. Swalala esimkhono'mute abanatha amanti etixapoti, iingajambana zinamanga zithi uMhlangavula udilikile kanti usahlel'engwangwaneni. uLiDongwa lika Mavuso ngamaSwazi amahle kwathuza amanzi zanatha kudala zinatha emgxobozweni okade ugxojwa-gxojwa yimpi ka Ntlapo. Abakwali Dongwa lika Mavuso ngama Swazi amahle umgwetya obomvu nje ngentololwane izandla ezimhlophe kukuphatha imali... Siwalala esimkhononzima ngamabuzu-buzwana akwa Samkezi no Mvakali a kwamfazi ubele lide abanyisela iingedama. Abakwa Sobuza abathi xa be qhwaya isiduli kwavela iinkomo neembuzi. Abakwa Sidwaba siluthuli singabancaba sizane Mlandelakazi. Abakwa Ludidi lika Mavuso kwa Ngwane, Abakwa Samkezi iziiwala izinombololo. Abakwa Sobuza abakwabutho lenyosi abazulu labodla besenkundleni namhla alisadumi nokuduma....
↑ Show less
Xhosa
👁 0 views
Contributed by Ncedisa Nyezi

Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account