Ama Bhele akwa Stuurman ayinzala ka Khuboni Thina ke singabakwa Khuboni,Odlambulo,uLanga,uNdabezitha,uNontanda kuphakanyiswa,uQunta,Sonani,uMbikazi,uVaphi,uMnomani,uMafu,uMbutho,uNjengele,Mbandeni,Xa sizithutha - singamaBhele akwaKhuboni,lINTO `wakahina.co.za`.ezinqula uLanga ,Oonontanda kuphakanyiswa,Oo Mbikazi ngoba umntu ongxathu akalahlwa,iBhele elimsundulo omnye emva kwendlebe ingaba mibini k...
↓ Read full praise
Ama Bhele akwa Stuurman ayinzala ka Khuboni Thina ke singabakwa Khuboni,Odlambulo,uLanga,uNdabezitha,uNontanda kuphakanyiswa,uQunta,Sonani,uMbikazi,uVaphi,uMnomani,uMafu,uMbutho,uNjengele,Mbandeni,Xa sizithutha - singamaBhele akwaKhuboni,lINTO `wakahina.co.za`.ezinqula uLanga ,Oonontanda kuphakanyiswa,Oo Mbikazi ngoba umntu ongxathu akalahlwa,iBhele elimsundulo omnye emva kwendlebe ingaba mibini konakeleMangangegusha iguqile,neegusha zithi Bhele,ukuba upheka ilitye neBhele kuqala kuvuthwe ilitye lona iBhele lingekavuthwa(yingako amBhele enenkani kangaka),kukhanya nje kungenxa yeBhelee,usbumbu ujongeleni ezantsi uza kumitha nje?,amaBhele izINTO `wakahina.co.za`.eziqhwanyaza ngemaliZibunywana zibutshelezana zinga zingazingangiwa ngabakhwekazi,Bhedlana lase Lenge,amaBhele asicoco sinuka intsindwana amakrokrozela njengelifu lemvula,Mphemba abantu Bphemba ngamabele kanti abafokazana baphemba ngamaphepha,Silo sase Lenge ngwane yezixhobo zothukela,umthan' ontyingantyingana omi phezu kwentaba,Inyathi eyasinda abazingeli sebeyosele izINTO `wakahina.co.za`.ezingawudliyo umbilini wenkomo,zidla owenyamakazi
↑ Show less
Zulu
👁 0 views
Contributed by Stuurman Agrippa
Which Stuurman are you?
Nobody has recorded the branches of this family yet. A surname is
shared across borders and languages — it's the clan that carries the
region and the lineage. Mntimandze. Mabhengeta. Cele.
If you know yours, you would be the first to put it on record.
Name your clan →
Partial is fine. Someone else can add the rest.
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account