Clan Praise
Nxontsa ka Xesibe, uSabela uyabizwa emazibukweni, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, uMalandelwa yintombi ithi ndizeke nokuba kungesipha samazimba xa ungasenankomo, uNondzaba, Mna nditsho uMatshaya ngenqawa ende abanye betshaya ngeenqaw'ezimfutshane. Nxaaanda ka Xesibe!!

0
members
have declared Sonkwele (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account