My Family Browse Surnames Sign In Join Free
Sindisa (General)
Sindisa
Zulu
0
Followers
0
Members
5
Praises
Share
Tolo Dlangamandla Ngwenyankomo Nongwadla Zulu khaya labakholwayo Mchenge Bhanekazi Mfingo Masali Amajubantlantsi Vumba lempongo liyanuka Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Mpomfana noThukela, Mlamb’awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.
Xhosa 👁 0 views Contributed by Chuma Magalela

0 members have declared Sindisa (General) as their clan on Wakahina. Are you one of them?
Join & declare your clan
No comments yet — be the first to share what you know about this clan.

Join Wakahina to comment and connect with your clan.

Sign in to comment · Create an account