My Family Browse Surnames Sign In Join Free
BrowseQ → Qongo
Qongo
Qongo (General)
Zulu
0 followers
ooTolo, ooDlangamandla, ooZulu, Mchenge, MaBhanekazi, Nongwandla, Ngwenyankomo, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Umlamb’ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe
Share