Bhele, uDlambulo, uKhuboni, uQunta, uMafu, uLanga, uMnomana, ...uMbutho, uNcwana, unoNtanda, unoMbikazi, uNdabezitha, uNtambama, uMadiba-ndlela. Xa ndizithutha ndityenenez' umendo oya koobawomkhulu: SingamaBhel' akuloKhuboni. Iint' ezinqul' uLanga. OonoNtanda kuphakanyiswa, OonoMbikazi ngob' umnt' ongxathu akalahlwa, usengel' abantwana xa likhithika. Iint' ezidiba de zidibe nendlela. Iint' ezimp...
↓ Read full praise
Bhele, uDlambulo, uKhuboni, uQunta, uMafu, uLanga, uMnomana, ...uMbutho, uNcwana, unoNtanda, unoMbikazi, uNdabezitha, uNtambama, uMadiba-ndlela. Xa ndizithutha ndityenenez' umendo oya koobawomkhulu: SingamaBhel' akuloKhuboni. Iint' ezinqul' uLanga. OonoNtanda kuphakanyiswa, OonoMbikazi ngob' umnt' ongxathu akalahlwa, usengel' abantwana xa likhithika. Iint' ezidiba de zidibe nendlela. Iint' ezimpundu zinge zingangiwa. Ingab' asilo Bhele elo, makwedini, kuba laphekwa nelitye, lavuthwa ilitye lasal' iBhele. Nditsh' abadl' isikhwebu sakwamkhwekazi, kwaNoqambulo. Inyath' eyasind' abazingeli sebeyosele. Iint' ezingawudliy' umbilini wenkomo, zidl' owenyamakazi. Awu! Awu! Ndenqen' ukulisuka ngamandl' eli thwathwa, ngoba hleze libe daphudaphu, makwedini! Kunjalo ke mabandlandini amnyama
↑ Show less
Swati
👁 0 views
Contributed by Sipho Ntambama

Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account