My Family Browse Surnames Sign In Join Free
BrowseN → Nquphaza
Nquphaza
Nquphaza (General)
Other
0 followers
Nuba MntungwanaZithnaNkuncuseRholwanaMalandelwa owalandelwa yintombi yathi ndizeke noba awunankomo soyitheth'endlini.Imbali ithi amaNuba avela kuKhumalo,ngexesha lempi ka Tshaka,Kuvakala uba uKhumalo wabaleka ebaleka impi wangena kwihlathi elizwa ngoba kusesinubeni,bathi xa bephuma babizwa ngoba bangoNuba kuba bephuma esinubeni. 
Share