My Family Browse Surnames Sign In Join Free
Nkwali (General)
Nkwali
Zulu
0
Followers
0
Members
15
Praises
Share
   Nkwali zenkosi, Bhukula ,kaMkwanazi, Mafuz'afulele njengelifu lemvula, Nkonjane emnyam'ibhabha emafini, iNgelengel'elimhlophe, iHlubi lemvelo, Mfengu langabom, Gedl'umhlanga kaGininda, sihlobo sobugotsho/sobugqwangu, Hlotho kaLusu.Mazondwa ziintshaba zingenakumenza nto noba zifik'elele, Mosulelwa ngamafuth'inyama engayityanga.akafani noyise wanga livezandlebe.
Zulu 👁 0 views Contributed by sipho mlambo
“…Abakwa Nkwali bazalwa ebukhosini, kunjalo nje baduma kakhulu ngolawulo likaDlomo. UMlabatheki wayemfo wakwaNkwali; yena uzala uBukula, lo ufungwayo ngabo. uBukula ngulo wamisela uNtsele kubukhulu bamaHlubi, gokusuka amkhelele amanzi ngophondo ukuba awase kuise-mkhulu uDlomo. AbakwaMaphela isekwa ngabakwaNkwali. Balifumana eli gama kuba ubutyebi babo buska banyakasela ngokwamaphela, kwaba se kusi... ↓ Read full praise
Xhosa 👁 0 views Contributed by Thando Mjebeza
*Nkwali (Mfengu/Hlubi clan name: bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi). The Nkwalis’s were born ebukhosini (kindom) buka Ndwandwe and they were famous during the rule of Dlomo the Thembu king. Nkwali originate from Mkhwanazi ka Ndwandwe. Nkwali joined the amaHlubi tribe. Nkwali gave birth to Mlabatheki who gave birth to Bukula. Same as Bukula, Maphela also comes from Nkwali. Mapela (Xhosa name for ... ↓ Read full praise

0 members have declared Nkwali (General) as their clan on Wakahina. Are you one of them?
Join & declare your clan
No comments yet — be the first to share what you know about this clan.

Join Wakahina to comment and connect with your clan.

Sign in to comment · Create an account