My Family Browse Surnames Sign In Join Free
BrowseN → Ndlaku
Ndlaku
Ndlaku (General)
Other
0 followers
Oo Ndlaku, ngo Skeyi, ooGantsa, ooManci, Maqholo, Wabane, ooNogengisa, ooMbali ooMatshutshisintshana, abantu abahle nje ngephuzi, ooNkanda zinde zinemiqala. OoSkeyi baseMt Ayliff eMnambithi, ooNdlaku eBizana baze ke bathi abanye ooManci babekooNtabankulu, Mzimkhulu njalo- njalo
Share