Clan Praise
Ubizwa Mrhobo ozalwa nguMgidini, ozalwa nguMbedla, ozalwa nguQakatha ukuya phambiliTshutsha, Cekwana, Gadluma, Honono, Maphekula, Mdimba, Mvala, Nkom' inco, Nonduli, Nofulela kuyanetha, Gininda kaGando, Mbomb' emfene, Mnqay' ulambile, Ngcongolo zimil' ematyeni, Ndlal' isematyeni, Hlwemp' elizidlayo madlula kuhlinzwa, Nyel' emseleni, nto zikaNompumza, Ndlu zingamxhobongwana zime zodwa ethafeni, babizwa ngobuZotsho ngenxa yomlambo omkhulu iZotsho phesheya koMthamvuna xa ndikwaGcaleka.

0
members
have declared Mrobo (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account