Mpofuness
1 Clan under Mpofuness
Mpofuness (General)
Zulu
Bhotani mawethu, ndithe mandikhe ndibeke amafutshane... ndinabe, ngoba esam isiduko sizi ziqu zimbini.Ndingu Xhosa Mna, kodwa ke kuye kwenzeka ke ndlandlolo ngela xesha leemfazwe, Kwanyanzeleka uba ukhokho abhacele ebaThenjini, ngoko ke okhokho bam baphela benqula kokhokho base baThenjini. Ndithi xandi zichaza:Xhosa,uMalangana,Nkosi!! yomntu,INTO `wakahina.co.za`.ka Tshawe,uNgcond' oneentshaba,uTshiwo,uMdange,Phalo omhle,uKhauta,uHintsa,Wakwa Tshatshu,ooMawoze,ooTubhane,Wena ka Tshatshel' ithafa,Qhumpasi,Dlomo omDlanga,wena owa Vela bembhentsele azisambhentseli kuba zoyik' abelungu,wena uZondwa ziintshaba!