My Family Browse Surnames Sign In Join Free
Mbelebele (General)
Mbelebele
Zulu
0
Followers
0
Members
5
Praises
Share
Tolo, Nongwadla, Mchenge, Bhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha, Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibon’umnt’ozayo, Nozinja ziyafulathelana, Kanti zenz’umntwana, Umlamb’ awuwelwa, Uwelwa ziinkonjane kuphela, Zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza! Oonkuni azothiwa, kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.
Xhosa 👁 0 views Contributed by Theo Mbelebele

0 members have declared Mbelebele (General) as their clan on Wakahina. Are you one of them?
Join & declare your clan
No comments yet — be the first to share what you know about this clan.

Join Wakahina to comment and connect with your clan.

Sign in to comment · Create an account