Clan Praise
Mbanjwa,sokhela,nyon'emyama,eyabizwa ngekhwela yasabela yathi fiyo,gqabela kavezi,wena ozalisa abafazi baliwe amadoda abo,mzukuzeli ulwandle aluwelwa luwelwa zinkonjane ezindizela phezulu,mpazela,sisho wena nkanyezi yezulu, mzekwa,galaza,magujwa,dindela Mbanjwa,ghebani,gqabagqeshe,nguta omnyama omnyama nenkomozakhe, mwelasi
mbanjwa, mxinwa, mehlokazi, mfaz'obele linye, thunda bebhekene okwabantwana, ncugul'emnyama ebhabha emafini, gebani.
Mbanjwa, Sokhela, Mabhemela ephisweni, Sibhuzikazi esimqala, Mzekwa

0
members
have declared Mbanjwa (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account