Clan Praise
Qhinebe, Gqu Gqu Gqu, Mlunjwa, Mkhomazi, Mlambo awuwelwa uwelwa zinkonjane kuphela zona zibhabh'emafini, Dukanamahlathi,
Qhinebe, Gqu Gqu Gqu zithonga ezithathu, Sunduza, Somlolo, Duka namahlathi, Haha, Mlunjwa, Mkhomazi awuwelwa uwelwa zinkonjane kuphela zona zinamaphiko okubhabha zibhabhela emafini, umth' omde owavelela eHoyita, Phalela, Phazima Nondela

0
members
have declared Mancotywa (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account