My Family Browse Surnames Sign In Join Free
Magudumana (General)
Magudumana
Zulu
0
Followers
0
Members
5
Praises
Share
,Tolo, Nongwandla, Mchenge, MaBhanekazi, Ngwenyankomo, Dlangamandla, Zulu, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Umlamb’ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.
Xhosa 👁 0 views Contributed by Nangamso Magudumana

0 members have declared Magudumana (General) as their clan on Wakahina. Are you one of them?
Join & declare your clan
No comments yet — be the first to share what you know about this clan.

Join Wakahina to comment and connect with your clan.

Sign in to comment · Create an account