My Family Browse Surnames Sign In Join Free
BrowseM → Maduna
Maduna
Maduna (General)
Other
0 followers
Maduna, Msuthu, Gubevu, Nokhala, Jiyane, Mpungushe, Mandl'amakhulu, Sivunguvung' esawis' indoda emahlangeni, imamba kandidini ngoba ngimesabile, uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda, Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni, Ngaculende emabalabala njenge ngwe, iinkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo, Ngub'engcuka  aaahhh!!!!!! -----------------------------------------------Tiba, Mvelase, Salathiso, Novikothek'ukuthetha, Mlamb'unqolintaba, UMaduna owaqengqeleka kwiintaba zoLundi wawela umlambo Ithukela ebhinqe izikhakha. Madun'edakeniiii!!!!  -----------------------------------------------Maduna, Gubevu,Msuthu, Nokhala, Jiyane. Malobola ngez'ngadane osaba ezine'mpondo zahlaba abakhwekazi. Laduma izulu uMagqakaza ubengasekho ekhaya!!!
Share