Kasa
1 Clan under Kasa
Kasa (General)
Zulu
Kasa, Xaba, shwabade shwabade lainkomo enempondo owashabadel'inkomo nempondo zayo, mlotywa, nomboko zinde, nonxasiyakhathala, elingavali ngemivalo elivala ngamakhanda amadoda kwanonxa inkosi aikhathali apho umvasi wa hlulisa inkosi nebandla ngoku hlephulisa umtwana isinkwa kwamjulikazi mdekwalinda.