Clan Praise
Dlangamandla Tolo, o ka mlanjana ka u welwa u welwa ziinkonjane zodwa ngoba zona zi na maphiko a made
Tolo – Dlangamandla, Zulu, Mchenge, MaBhanekazi, Nongwandla, Ngwenyankomo, Masali, Mfingo, Amajubantlantsi, Vumba lempongo liyanuka, Nozinja Ziyakhonkotha kuba zithi: Hawu! Hawu! Hawu! Xa zibon’ umnt’ ozayo, Nozinja ziyaqhingana kanti zenz’ umntwana, Umlamb’ awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela zona zimaphiko made, Nkomo zikaGaxaza, Oonkuni azothiwa kuba zithezwe yinkosazana, Bona babasa amadaka eenkomo zabo, Izinto ezifuye inkomo zafuya negusha nehashe.

Amatolo, oozulu, mchenge, oongwenyankomo, oobhanekazi, oomfingo, oovumba lempongo liyanuka linuka imbobela, oolwandle aluwelwa luwelwa ziinkonjane zodwa.

0
members
have declared Dlangamandla (General) as their clan on Wakahina.
Are you one of them?
Join & declare your clan
Join Wakahina to comment and connect with your clan.
Sign in to comment · Create an account